Zahara

Lengoma

AlphabetLyrics.com


Abantu k'dala bend'valel'indlela
Besisthi andiyonto
Futhi ndiyaboniswa
Kodw'i
Ingom'engaphakathi kwam ibalis'ibali nokuwa
Nokuvuka komntu
Nolonwab'olungapheliyo.

[Chorus]
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha.

Kudal'usithi nyawo zam
Ndise
Ndikhokhele undise kwantliziyo ndise apho?
Kungenjena umphefumlo wam wahlukene.

[Chorus]
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha.